Kulayishwa ividiyo
Uguqulelo lwentetho
Xhosa (isiXhosa)
Ibhola ekhatywayo yenziwe ngethwathwa, irabha nomthungo.
Ayikhethekanga.
Zizizigidi ehlabathini.
Kodwa ebaleni...
akukho nto ibaluleke kunayo.
Umdlali ngamnye ebaleni
ufuna ukuyazi iphi.
Wonke kwiindawo zababukeli unehlombe.
Ubomi babo bulibalekile
ngenxa yale bhola.
Xa umdlali eyifumana ibhola,
bagxila kuyo qha.
Kubo, ngalo mzuzu,
akukho nto ibaluleke kunayo.
Abakhathalele mandla,
okanye ukwenzakala.
Bade bayikhusele nangemizimba ibhola.
Inye qha into emayenzeke…
Ibhola mayibe sendaweni yayo.
Into enokukothusa….
UYesu ukubona njalo.
UYesu uyakwazisisisa.
Uyakwamkela,
ufuna ukukukhusela nokukukhathalela.
UYesu wanikela ngobomi bakhe
ngenjongo enye ebandakanyayo…
Ukuze ube lapho ufaneleyo…
Ekhaya.
Naye.
Apho ufaneleyo.
Ekupheleni komdlalo,
kuyemkiwa estediyamu.
UYesu usalindile.
Ukulindele.
UYesu uyakuthanda.
Kukuwe.
Makakugoduse.